Isityhilelo 12:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazala umntwana oyinkwenkwe, oza kuzalúsa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi; umntwana wakhe lowo wathiwa xwi, wasiwa kuye uThixo, nakuyo itrone yakhe.

Isityhilelo 12

Isityhilelo 12:2-15