Isityhilelo 12:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaza kwabakho imfazwe emazulwini, uMikayeli nezithunywa zakhe besilwa nenamba, inamba nezithunywa zayo zisilwa;

Isityhilelo 12

Isityhilelo 12:2-10