Iindumiso 67:2-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

2. Ukuze yaziwe ehlabathini indlela yakho,Usindiso lwakho ezintlangeni zonke.

3. Ngamana zabulela izizwe kuwe, Thixo,Zabulela izizwe kuwe zonke ziphela;

4. Zavuya zamemelela izizwe:Ngokuba ùya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye,Uzikhaphe izizwe ehlabathini. (Phakamisani.)

5. Ngamana zabulela izizwe kuwe, Thixo,Zabulela izizwe kuwe zonke ziphela.

Iindumiso 67