Iindumiso 67:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zavuya zamemelela izizwe:Ngokuba ùya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye,Uzikhaphe izizwe ehlabathini. (Phakamisani.)

Iindumiso 67

Iindumiso 67:1-7