Iindumiso 68:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makasuk' eme uThixo, zibe ziintsali iintshaba zakhe,Basabe ebusweni bakhe abamthiyayo.

Iindumiso 68

Iindumiso 68:1-10