Igenesis 30:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Yinto encinane na ukuyithabatha indoda yam, ubuye uthabathe namathuma onyana wam? Wathi uRakeli, Ngako oko mayilale nawe ngobu busuku, ngenxa yamathuma onyana wakho lawo.

Igenesis 30

Igenesis 30:8-20