Igenesis 30:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika uYakobi evela ezindle ngokuhlwa, waphuma uLeya esiya kumkhawulela, wathi, Uze undingene, kuba ndikuqeshile ngamathuma onyana wam. Walala ke naye ngobo busuku.

Igenesis 30

Igenesis 30:8-26