Igenesis 30:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uRubhen ngemihla yovuno lwengqolowa, wafumana amathuma endle, wawazisa kuLeya unina. Wathi uRakeli kuLeya, Khawundiphe emathumeni onyana wakho lawo.

Igenesis 30

Igenesis 30:8-20