Igenesis 29:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya wamitha, wazala unyana; wathi, Okwesi sihlandlo ndiya kumdumisa uYehova; ngenxa yoko wamthiya igama elinguYuda.* Wanqamka ukuzala.

Igenesis 29

Igenesis 29:25-35