Igenesis 30:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku akubona uRakeli ukuba akamzaleli mntwana uYakobi, uRakeli wammonela udade wabo, wathi kuYakobi, Ndinike abantwana; ukuba akundiniki, ndofa.

Igenesis 30

Igenesis 30:1-8