Igenesis 29:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya wamitha, wazala unyana; wathi, Khona ngoku, iya kunamathela kum indoda yam, kuba ndiyizalele oonyana abathathu; ngenxa yoko wamthiya igama elinguLevi.*

Igenesis 29

Igenesis 29:32-35