Ieksodus 22:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa athe umntu wanikela ummelwane wakhe imali, nokuba yimpahla, ukuba ayigcine, yaza yabiwa endlwini yaloo mntu: ukuba lithe lafunyanwa isela elo, maliyibuyekeze kabini.

Ieksodus 22

Ieksodus 22:1-9