Ieksodus 22:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba lithe alafunyanwa isela: umninindlu makasondezwe kuThixo,* afunge ukuba akayiphathanga impahla yommelwane wakhe lowo.

Ieksodus 22

Ieksodus 22:1-16