Abagwebi 17:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMika kuyo, Uvela phi na? Yathi kuye, NdingumLevi waseBhetelehem yakwaYuda; ndiya kuphambukela apho ndingafumana indawo.

Abagwebi 17

Abagwebi 17:7-10