Abagwebi 17:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMika kuyo, Hlala nam, kum ube ngubawo nombingeleli; ndokunika mna ishumi lesilivere ngomnyaka, ndikuxhase ngento eziingubo nekukudla. Waya ke umLevi lowo.

Abagwebi 17

Abagwebi 17:2-13