Abagwebi 17:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yahamba indoda leyo, isuka kuloo mzi eBhetelehem yakwaYuda, yaya kuphambukela apho ingafumana indawo. Yafika kweleentaba lakwaEfrayim endlwini kaMika, ihamba uhambo lwayo.

Abagwebi 17

Abagwebi 17:3-13