Abagwebi 17:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwakukho umfana waseBhetelehem yakwaYuda, wasemlibeni wakwaYuda, ongumLevi, engumphambukeli khona.

Abagwebi 17

Abagwebi 17:1-10