Abagwebi 15:19-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Wawucanda uThixo umgongxo oseLehi; kwaphuma amanzi kuwo. Wasela, wabuya umoya wakhe, waphila ke. Ngenxa yoko wathi igama laloo ndawo nguMthombo woMnquli, oseLehi unanamhla.

20. Wawalawula amaSirayeli ngemihla yamaFilisti iminyaka emashumi mabini.

Abagwebi 15