Abagwebi 15:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawucanda uThixo umgongxo oseLehi; kwaphuma amanzi kuwo. Wasela, wabuya umoya wakhe, waphila ke. Ngenxa yoko wathi igama laloo ndawo nguMthombo woMnquli, oseLehi unanamhla.

Abagwebi 15

Abagwebi 15:16-20