Abagwebi 16:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USamson waya eGaza, wabona khona inkazana elihenyukazi, wayilala. Kwathiwa kwabaseGaza, USamson ungene apha. Bamrhawula, bamlalela ubusuku bonke esangweni lomzi; bathi cwaka ubusuku bonke, besithi, Kwakusa ngomso sombulala.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:1-2-8