Abagwebi 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walala uSamson kwada kwaba phakathi kobusuku. Wavuka phakathi kobusuku, wabambelela ezingcangweni zesango lomzi, nasemigubasini yomibini, wayincothula inomvalo; wayibeka emagxeni akhe, wayithwalela encotsheni yentaba phambi kweHebron.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:1-2-4