Abagwebi 14:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi kuye amadoda aloo mzi ngomhla wesixhenxe, lingekatshoni ilanga, Yintoni na enencasa ngaphezu kobusi? Yintoni na enamandla ngaphezu kwengonyama? Wathi kuwo,Ukuba beningalimanga ngethokazi lam,Ngeningalifumananga iqhina lam.

Abagwebi 14

Abagwebi 14:14-20