Abagwebi 14:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamfikela ngamandla uMoya kaYehova, wehla waya eAshkelon, wabulala kubo apho amashumi omathathu amadoda, wawahluba iingubo, wanika abacombululi beqhina elo iingubo zokukhululana. Wavutha umsindo wakhe, wenyuka waya endlwini kayise.

Abagwebi 14

Abagwebi 14:14-20