Abagwebi 14:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke wamlilela iintsuku zosixhenxe ababesemsithweni ngazo. Kwathi ngolwesixhenxe usuku wamcombululela, kuba ebemxinile. Waza yena wabaxela oonyana babantu bakowabo.

Abagwebi 14

Abagwebi 14:13-18