Abagwebi 14:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UmkaSamson wamlilela wathi, Kodwa undithiyile, akundithandi; ubajikele iqhina oonyana babantu bakowethu, akwandicombululela. Wathi kuye, Yabona, andibacombululelanga ubawo noma; ndícombululele wena na?

Abagwebi 14

Abagwebi 14:11-20