2 Usamuweli 3:38-39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Anazi na, ukuba namhlanje kuwé umthetheli, umntu omkhulu kwaSirayeli?

39. Ke ndisebuthathaka, ndisathanjiswa namhla ukuba ndibe ngukumkani; la madoda, oonyana bakaTseruya, alukhuni kum. Akwaba uYehova angambuyekeza umenzi wobubi kwangobubi bakhe.

2 Usamuweli 3