Wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Anazi na, ukuba namhlanje kuwé umthetheli, umntu omkhulu kwaSirayeli?