2 Usamuweli 3:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ndisebuthathaka, ndisathanjiswa namhla ukuba ndibe ngukumkani; la madoda, oonyana bakaTseruya, alukhuni kum. Akwaba uYehova angambuyekeza umenzi wobubi kwangobubi bakhe.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:38-39