2 Usamuweli 24:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walunguza uAravena, wambona ukumkani nabakhonzi bakhe besiza kuye. Waphuma uAravena, waqubuda kukumkani ngobuso emhlabeni.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:15-24