2 Usamuweli 24:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAravena, Izelani na inkosi yam ukumkani kumkhonzi wayo? Wathi uDavide, Ndiza kuthenga isandá kuwe, ukuba ndakhele uYehova isibingelelo, sithintelwe isibetho ebantwini.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:13-24