2 Usamuweli 21:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabuya kwabakho ukulwa namaFilisti eGobhi, apho uElihanan, unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem, wamxabelayo uLami, umzalwana kaGoliyati waseGati, oluthi lwentshuntshe yakhe lwalĂșngangomthi wabaluki.

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:11-21