2 Usamuweli 21:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emveni kokuba njalo, kwabuya kwabakho ukulwa namaFilisti eGobhi; oko uSibhekayi umHusha wamxabeláyo uSafu, obengowoonyana bakaRafa.

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:10-21