2 Usamuweli 20:23-26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

23. Ke kaloku uYowabhi wawuphatha wonke umkhosi wakwaSirayeli; uBhenaya, unyana kaYehoyada, waphatha abancinithi nezigidimi.

24. UAdoram waphatha abafakwa uviko; uYehoshafati, unyana ka-Ahiludi, ubengumkhumbuzi wezinto zakomkhulu.

25. USheva ubengumbhali; uTsadoki noAbhiyatare baye bengababingeleli.

26. Kananjalo uIra waseYahire ubengumbingeleli kuDavide.

2 Usamuweli 20