2 Usamuweli 20:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uYowabhi wawuphatha wonke umkhosi wakwaSirayeli; uBhenaya, unyana kaYehoyada, waphatha abancinithi nezigidimi.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:15-26