2 Usamuweli 21:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kwabakho indlala ngemihla kaDavide iminyaka yamithathu, umnyaka ngomnyaka. UDavide wafuna ubuso bukaYehova. Wathi uYehova, Kungenxa kaSawule, nangenxa yendlu yamagazi akhe, ngenxa enokuba wabulala abaseGibheyon.

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:1-8