2 Usamuweli 20:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Enyuka ke onke amadoda akwaSirayeli, emka ekumlandeleni uDavide, alandela uShebha unyana kaBhikri; ke amadoda akwaYuda anamathela kukumkani wawo, ethabathela eYordan esa eYerusalem.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:1-12