2 Usamuweli 20:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uDavide endlwini yakhe eYerusalem; ukumkani wabathabatha abafazi bakhe abalishumi abangamashweshwe, abebashiyile ukuba bagcine indlu, wababeka endlwini yogcino, wabaxhasa, akangena kubo. Bavalelwa ke yada yaba yimini yokufa kwabo, behleli bengabahlolokazi.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:1-7