2 Usamuweli 19:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ekufikeni kwakhe eYerusalem, eza kukhawulela ukumkani, wathi ukumkani kuye, Ibiyini na ukuba ungahambi nam, Mefibhoshete?

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:16-26