2 Usamuweli 19:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Nkosi yam kumkani, umkhonzi wam lowa undikhohlisile; ngokuba umkhonzi wakho lo undim ubesithi, Ndiya kuzibophela iesile, ndikhwele kulo, ndihambe nokumkani; ngokuba umkhonzi wakho lo undim usisiqhwala.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:18-33