2 Usamuweli 19:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uMefibhoshete, unyana kaSawule, wehla waya kumkhawulela ukumkani, engazihlambanga iinyawo zakhe, engazichazanga iindevu zakhe, engazihlambanga neengubo zakhe, kususela kwimini yokumka kokumkani, kwada kwayimini yokufika kwakhe enoxolo.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:20-28