2 Usamuweli 19:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaxelwa kuYowabhi, kwathiwa, Nanko ukumkani elila, esenza isijwili ngoAbhisalom.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:1-11