2 Usamuweli 18:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wagungqa ukumkani; wenyuka waya egumbini eliphezu kwesango, walila, wathetha ekuyeni kwakhe, esithi, Nyana wam, Abhisalom, nyana wam, nyana wam, Abhisalom! Akwaba bekufe mna esikhundleni sakho, Abhisalom, nyana wam, nyana wam!

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:24-33