2 Usamuweli 19:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Usindiso lwajika lwaba sisijwili ngaloo mini ebantwini bonke; ngokuba abantu beva ngaloo mini kusithiwa, Ukumkani wenza isijwili ngonyana wakhe.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:1-4