2 Usamuweli 17:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wafika eMahanayim; uAbhisalom wayiwela iYordan, yena namadoda onke akwaSirayeli kunye naye.

2 Usamuweli 17

2 Usamuweli 17:16-29