2 Usamuweli 17:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ebonile uAhitofele ukuba akwenziwanga ngelakhe icebo, wabopha iesile, wesuka, wagoduka, waya emzini wakhe, wayolela, wazikrwitsha wafa; wangcwatyelwa engcwabeni likayise.

2 Usamuweli 17

2 Usamuweli 17:22-27