2 Usamuweli 15:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ungáthi, ufiké izolo eli, ndikubhadulisè nanamhla, ndikuhambise nathi na, ndisiya apho ndingaya khona nje? Buya, ubuyise abazalwana bakho; inceba nenyaniso ibe nawe.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:17-22