2 Usamuweli 15:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UItayi wamphendula ukumkani, wathi, Ehleli nje uYehova, ihleli nje inkosi yam ukumkani, inene, endaweni eya kuba kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni, nokuba kusebomini, úya kuba lapho umkhonzi wakho.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:19-22