2 Usamuweli 15:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuItayi waseGati, Yini na ukuba nawe uhambe nathi? Buya, uhlale nokumkani; ngokuba ùngowasemzini, ungumfiki, buyela endaweni yakho;

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:11-23