2 Usamuweli 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabona uYowabhi ukuba imfazwe ibheke kuye, ngaphambili nangasemva, wanyula emadodeni onke ahleliweyo kwaSirayeli, wákha uluhlu malunga nama-Aram.

2 Usamuweli 10

2 Usamuweli 10:5-11