2 Usamuweli 10:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma oonyana baka-Amon, bákha izintlu zokulwa ekungeneni kwesango; ama-Aram aseTsobha, nawaseRehobhi, namadoda aseTobhi, nawaseMahaka aba wodwa endle.

2 Usamuweli 10

2 Usamuweli 10:1-10